Mthetheleli Bra Sek Sekeleni

UMHLOBO WENENE FM  |  Podcast , ±1 min episodes every 1 hour  | 
Ambrose Elias Mteteli Sekeleni uzalwa ngumfundisi uLeopold Thokozile Sekeleni no Algina Ninyana Sekeleni, intombi yakwa Pakkies abangasekhoyo. Uzalwa ngomhla wesithandathu ku October 1950, ezalelwa eKokstad. Ungunyana wokuqala kubantwana abathathu. Amabanga akhe aphantsiuwenze eBhongweni eKokstad, aphezulu uwenze e St John's College eMtata. Uzimanye ngeqhina lomtshato nentombi yakwaCakata eCebe kuCentane ngonyaka ka 1975, balizwa ngabantwana abathandathu: Bongani, Thandile, Siyabulela, Bukiwe, Banele noLoyiso. Uxelenge ngo 1974-1976 kwi Department of Justice eDutywa. Ngo1977 waya kwaTeba (Mount Frere). Ngo1986 uqale eRadio Transkei yade yadityaniswa noMhlobo Wenene. Uthathe umhlala phantsi ngo 2013. Uhlaselwe kukugula ngo January 2015, yaze impilo yaba mandundu ngo August 2015 de wabe usutywa kukufa ngomhla we 9 November 2015. Ushiya ngasemva unkosikazi, udade wabo (Joyce), umtakwabo (Boy), abantwana abathandathu kunye nabazukulwana abasibhozo. Lala ngoxolo Mbongo, Mbuyisa, Khoza, Mvemnyama, Mad'eselangeni, Ongaphekelwa livila, Ndima. Sizobonana kwelizayo.

Subscribe to this channel

You can subscribe to new audio episodes published on this channel. You can follow updates using the channel's RSS feed, or via other audio platforms you may already be using.

RSS Feed

You can use any RSS feed reader to follow updates, even your browser. We recommend using an application dedicated to listening podcasts for the best experience. iOS users can look at Overcast or Castro. Pocket Casts is also very popular and has both iOS and Android versions. Add the above link to the application to follow this podcast channel.

Signup to iono.fm

Sign up for a free iono.fm user account to start building your playlist of podcast channels. You'll be able to build a personalised RSS feed you can follow or listen with our web player.