Emfuleni Wothando

UMHLOBO WENENE FM  |  Podcast , ±47 min episodes every 5 weeks, 2 days  | 
This show which is on air every Wednesday evening is a music show that caters for love songs and ballads. The show has a popular feature of listeners bringing challenges they encounter around love matters. Listeners call in to share advise and there is also a an expert who gives a professional advice.

Subscribe to this channel

You can subscribe to new audio episodes published on this channel. You can follow updates using the channel's RSS feed, or via other audio platforms you may already be using.

RSS Feed

You can use any RSS feed reader to follow updates, even your browser. We recommend using an application dedicated to listening podcasts for the best experience. iOS users can look at Overcast or Castro. Pocket Casts is also very popular and has both iOS and Android versions. Add the above link to the application to follow this podcast channel.

Signup to iono.fm

Sign up for a free iono.fm user account to start building your playlist of podcast channels. You'll be able to build a personalised RSS feed you can follow or listen with our web player.
31
JUL

EMFULENI WOTHANDO

USISI OWATSHATA ENA 18YRS,emva ke veki ezintathu ETSHATILE INDODA YA ABUSIVE EMOTIONALLY.
ITHI YONA YAYIFUNA UMNTU OYI VIRGIN ngoku iyakhala oko, IPHINDE ITHI INGAZIBULALA XA USISI ENGAYISHIYA.
OKO BATSHATA NGO 1997 TO DATE AKHO LONWABO, UBHUTI UDE WAJOLA AND USISI FUNEKA AMFUNELE INDAWO YOLALA NALAMANTOMBI WAKHE ABHATALE, AND THEN XA EBUYA LOBHUTI AMNIKE IFEEDBACK. USISI UYAFUNA IDIVORCE BUT UZOQALA AFUNELE UBHUTI UMFAZI AMLOBOLELE UBHUTI
THEN KE AHAMBE
19
JUN

Masimthuthuzele

USISI UTSHATILE NOMYENI WAKHE NGO 2015, BUT NGO 2017 UBHUTI WAQALA WA ABUSIVE UYAMBETHA
UMLEQA NGAMABHOZO, UMBETHA NGEHAMILE, YONKE LENTO UYENZA PHAMBI KOMNTWANA WABO
KUNYE NABAHLALI. UFUNA UKWAZI UKUBA ANGAPHUMA KANJANI KUBA AKASAWUFUNI LOMTSHATO
17
JUN

Masixolelane

UBHUTI UFUNA ANGAMXOLELA NJANI UTATA WAKHE OWAVELE WABAGXOTHA UKUSWELEKA KUKAMAMA WABO.
UTATA WAVELA WAHLALISANA TWO WEEKS AFTER BENGCWABE UMAMA WAKHE, WATSHATA, WATHENGISA IKHAYA LABO.
YONKE LENTO UYENZA ENGABAXELELANGA
20
MAY

Masixolelane

Usisi ose Vietnam ufuna ukwazi uba angaxolelana njani notata wasecaweni owamdlwengulayo ena 13 yrs,
Owayemthatha as her father figure, Futhi angaxolela njani his biological father owayengekho ebomini bakhe for 16yrs.
Angaxolela njani nomama wakhe ngokungamxeleli ngobuyelana notate wakhe without sitting her down first abeke imeko.
13
MAY

MASIXOLELANE

Usisi akazi angaxolela kanjani umama wakhe kunye tata wakhe afumanise ukuba siStepfather .
Umama zange amkhathalele usisi esemncinci, istepfother sona samdlwengula ena 9yrs wade waba na 14 yrs. Umama akasekho nestepfather asisekho, Ngoku usisi unemibuzo engaphendulekiyo,
Ubomi bakhe bume ndawonye, uphethwe ngumsindo, akazi athini
06
MAY

MASIXOLELANE

Ubhuti ufuna ukwazi uba angaxolela kanjani umama wakhe akhule ecinga ukuba ngusisi nje walapha ekhaya,
Only to find out xa kusweleka umakhulu ukuba oyena mama wakho uyaphila , lo ebengcwatwya ngumakhulu.
Nasemva komngcwabo khange ahoywe ngumama wade wabe uyakhula uyasebenza.
29
APR

MASIXOLELANE

Usisi ufuna ikwazi uba axole njani after wabulawela ifirst born yakhe yentombazana ena 23yrs,
She was raped and strangled ngabafana baselalini, abarhanelwa babanjwa baphinda bakhululwa,
kwacinywa nelotyala ngamapolisa
03
APR

Masimthuthuzele

Intombi ena 28 yadibana nendoda ngo 2011, wamitha futhi wafumanisa uba uHIV. Wafumanisa uba iya cheater indoda yakhe nabantu abaninzi, futhi uthandana nosister womfazi wakhe owaswelekayo.
Ingxaki anayo ngoku ubyfriend akamondli umntana since 2013.
27
MAR

Masimthuthuzele

Intwazana ena 23years ifumanise uba iboyfriend iyacheater banomntwana omncinci, ubhuti akamondli umntana,
Usisi usamthanda ubhuti kakhulu kodwa uyafuna nokumyeka. Into emkhathazayo kukuba usisi wayeyi Virgin
Xa edibana nobhuti
06
MAR

Masimthuthuzele

Umfana omncinci ubethwa ngumama wabantwna bakhe, imqhwaba ngeempama ifune ukumhlaba ngemela, iymakrwitsha zonke ezi zinto izenza phambi kwabantwana.
Ngoku uhlukekene naye but intombi ayifuni abone abantwana, uthi if uyobabona mhla babuyelana.
14
NOV
2018

Masimthuthuzele

Usisi uxhazwe sisthandwa sakhe, emotionally, physically and spiritually wade wafuna ukuzibulala.
Umphefumlo wakhe udandathekile kakhulu, uhlala ekhala yonke imihla, ngoku ucela amancedo
Aqhubelke nobomi bakhe kuba selehlukene nalosisi ebethandana naye qha usaxhelekile emphefumlweni
07
NOV
2018

Masimthuthuzele

Usisi otshatileyo obehlutshwa yindoda yakhe imjolela, imbetha since 2014, ngoku usisi incame wamshiya umyeni wakhe
but ingxaki yakhe bubudlelwane phakathi kwakhe nefamily yakhe, abukho buhle kuba ngoko ebebethwa ngumyeni, ebebalekela kuyo,
kodwa avele abuyele endodeni ifamily engayxelelanga okanye indoda ingaxolisanga. Futhi ke ngoku umyeni akabondli abantwana babo ababini.

28 episodes

« Back 1—12 More »