Umxholo ku Mhlobo

UMHLOBO WENENE FM  |  Podcast , ±1 hr 51 min episodes every 3 weeks, 1 day  | 
This Umhlobo Wenene FM;s talk show that covers issues of national interest that include politics, health, labour issues, sports, human rights and sports. This show has a huge following especially by listeners who enjoy debates on topical issues. It is a very informative show that affords listeners an opportunity to interact and engage on a variety of topics discussed.

Subscribe to this channel

You can subscribe to new audio episodes published on this channel. You can follow updates using the channel's RSS feed, or via other audio platforms you may already be using.

RSS Feed

You can use any RSS feed reader to follow updates, even your browser. We recommend using an application dedicated to listening podcasts for the best experience. iOS users can look at Overcast or Castro. Pocket Casts is also very popular and has both iOS and Android versions. Add the above link to the application to follow this podcast channel.

Signup to iono.fm

Sign up for a free iono.fm user account to start building your playlist of podcast channels. You'll be able to build a personalised RSS feed you can follow or listen with our web player.
14
NOV
2018

LGBTIQ+

Uzakucacelwa bubunzima nokungcikivwa okufunyanwa ngabathandana nesini esinye. Undwendwe olwazi konke ngalemeko nguKhwezi Lomso wakwaOXFAM ekwalitsha-ntliziyo leLGBTIQ+
07
NOV
2018

Umxholo: Autism

Ngenxa yekhwelo lempinda, kuye kwanyanzeleka sigocagoce kwakhona isigulo seAutism apho sibalula nothotho lwemimangaliso yomfundi
oneAutism oyindadi esemagqabini…
04
APR
2018

Iminombo yeziduko

Uzakuyazi imilibo, iziduko nemvelaphi yamaNgutyana anjengoNkosikazi Winnie Madikizela-Mandela namanye amaxhwangusha omzabalazo, ngechule uNkqubela Gqobo. Ukuba ufuna inkcukacha ezithe vetshe, ungamtsalela umnxeba: 060 341 3839
01
MAR
2018

Autism

Sipheth'umcimbi we autism. Iingcali zethu nguKhosi Netou-Dick weMphanda Foundation for Autism, nomama uNokuzola Mabeqa, ongumzali womntwana ophila ne-autism..
07
FEB
2018

Amaphupho

Imbangambanga nencutshe yokulawula amaphupha andidi zonke, uMama uMncotshe uzakukushiya uthe nkebe...

22 episodes

« Back 13—22 More »