Gideon Buthelezi – Boxer

uGiden Buthelezi uzakube esilwa ngempelaveki, kwitumente ebhiyozela utata uMandela nephawula iminyaka emihlanu susela ukusekwa kwayo ngo 2013.
Kulomlo uzakube ekhusela intshinga yakhe ye IBO junior-bantamweight xa equbisana no Lucas Emanuel Fernandez Leone wase Argentina.
Record- 20 win 5 lose 0 draw
Loading player...