5 Aug Mr Thabo September and Lucky Legwati

Imidlalo ye MTN 8 Wafa Wafa iyaqala ngomgqibelo umhla 11 August nalapho iintshatsheli ezikhuselayo iSuper Sport United zijonge ukuphinda ziyikhusele lendebe.
Amaqela azakukhuphisana ngasibhozo agqibe phezulu kwi log ye season ka 2017/18.
Amagqala angonozakuzaku ngu Jabu Mahlangu, Lucky Legwati, Godfrey Sapula, Stanton Fredericks no Fabian McCarthy………….
Loading player...