29 Sep Mziwoxolo Ndwayana Boxer no Coach Duke Sikonyela Coach 1

uMziwoxolo Ndwayana yintshatsheli entsa ye SA welterweight emva kokwenza imbali yokuba yimbethi manqindi yokuqala ngqa eRhini ukuphumelela intshinga kazwelonke.
Ubethe u- Sean Ness champion emkhupha kumjikelo wesibhozo.
Uphumelele emva kokuba ebuyele ekhaya wazimanya nomqeqeshi u-Lunga Duke Sekonyela eMdantsane eshiya u-Sean Smith eRhawutini.
Kwimilo yakhe phantsi ko Smith, ubethe uUyanda Nogogo noNtuthuko Memela.
Iindaba ezivakalayo zezokuba ufuna i-rematch noThulani Mbenge…
Loading player...