Ms Amanda Mazim- Communication Officer- Bisho Stars FC

Iqela leBisho Stars FC ziintshatsheli ze Buffalo City SAFA SAB emva kokuphumelela itumente ebiqale 01 September .
Badlale imidlalo emine bafaka amanqaku 15, kungakhange kufakwe nelinye kubo.
Umdlalo wamagqibela kankqoyi babethe abamelwane iMighty Swallows 4-0. Ukanti abadlali beliqela
Loading player...