Masimthuthuzele
Umfana omncinci ubethwa ngumama wabantwna bakhe, imqhwaba ngeempama ifune ukumhlaba ngemela, iymakrwitsha zonke ezi zinto izenza phambi kwabantwana.
Ngoku uhlukekene naye but intombi ayifuni abone abantwana, uthi if uyobabona mhla babuyelana.
Ngoku uhlukekene naye but intombi ayifuni abone abantwana, uthi if uyobabona mhla babuyelana.