NPO Siyaphambili Disable Community Project

NPO Siyaphambili Disable Community Project eya sekwa ngo 2003 ngabantu abakhubazekileyo abancendisana anabanye abangaphandle abakhubazekileyo ngokuba jonga ukuba bayayityana treatment ye TB, bakwi phulo lokuphisa ngezihlangu ne Sanitary Pads kwizikolo Zbanye abantwana abakhubazekileyo nangezihlangu