Dliwano ndlebe no Lukhanyo Mzizi- Chippa United COO

Iqela le Chippa United lizakube lidlalela ekhaya ngokuhlwa kwangomso xalidlala neBidvest Wits kumdlalo weAbsa Premiership eNMB Stadium.
Ii-Chilli boys ziye zafumana ithuba lokuphefumla xa zibetha Amazulu kwiveki ephelileyo 1-0 zaze zanyukela kwindawo ye 13 kwi log.
Loading player...