Mr Marks Sandi Njovane Women’s Day Sports Festival

Izakube iyimidlalo yabantu abangomama ngolwesihlanu eNtlavukazi Sports Ground.
Imidlalo ezakusingathwa iquka i-5km walk and fun run, ibhola yomnyazi, ivolleyball i-100 metres nee Golden Games zabantu abaneminyaka engama 60 nangaphezulu…
Injongo zalemidlalo kukulhuthaza amantombazana azibandakanye kwezemidlalo
Loading player...