Mr Mthuthuzeli Scott- Tribute to Chester Williams

Zivakele iindaba zokusweleka kwegqala lombhoxo eMzantsi Africa uChester Williams nohlaselwe yintliziyo eneminyaka 49.
uWilliams wazenzela igama kwindebe yehlabathi ka 1995 neyeza nembali eMzantsi Africa idala umanyano nangegalelo lika Tata uMandela iMadiba Magic.
Sincokola nelinye lamagqala abasasazi uMpemvu