Isiqendu 55 | Raising kids with a Financial Fitness Mindset

--:--
Incoko yethu namhlanje imalunga nencwadi ebhalwe ngu Amanda John kunye no Nelisiwe Mbara ebhalelwe abantwana. Ukanti ke ingonwatyelwa lusapho lonke.
In today's discussion we chat about the book Raising Kids with a Financial Fitness Mindset with co author Amanda John
24 May Xhosa South Africa Business · Investing

Other recent episodes

Isiqendu 59 | Investa uzikhusela kwi fraud ubuqhetseba

Kubalulekile ukubeka imali bucala, kubaluleke ngakumbi ukuba ukhuseleke kubuqhetseba obugqubayo kulemihla. Incoko yethu no Khwezi Jackson ikunika icebiso lokuba uzikhusela kanjani na It is essential to invest your money safely because fraud is rampant. Our conversation with Khwezi Jackson from TenX Investment gives you useful information on how to invest…
18 Jul 12 min