Brothers For Life
1 EPISODES | UMHLOBO WENENE FM | Podcast
Abantwana ababona ukuxhaphaza kusenzeka emakhaya bakholisa ukuba ngabaxhaphazi. Fumana uncedo lokunqanda umjikelo wokuxhaphaza ngokutsalela umnxeba kwiGBV Command Centre apha 0800 428 428, cofa le nombolo *120*7867#, okanye thumela iSMS ethi “Uncedo” apha 31531